Kwakukho ingwenya eyayilambe kakhulu.
Once there was a very hungry crocodile.
Wakhangela ukutya ethe chu kwaye ethe cwaka. Ke ngoku…
He searched for food slowly and quietly. And then…
POW!!! Yahlasela ingwenya!
POW!!! The crocodile strikes!
Emva koko akasalambanga kwaye wonwabile.
After that he is no longer hungry, and he is happy.
Ade alambe kwakhona.
Until he gets hungry again.